Jump to content

Itshesi

Livela
Itshesi set.
Chess Competition 2013

Itshesi (chess) ngumdlalo othi udlalwe ngabantu ababini, odlalelwa kwibhodi enebhokisi ezingamashumi anesithandathu anesine. Itshesi ngowona mdlalo uxatyisiweyo ngakumbi ngabantu abadala ngokweminyaka. Umdlali ngamnye xa eqala ukudlala uqala afumane amaxhoba okudlala angamashumi anesithandthu: Inkosi enye, Inkosazana enye, Omongamelin ababini, Amajoni asibhozo kunye namahashe amabini.

Onke lamaxhobo ahamba/dlalwa ngendlela eyahlukaneyo. Lamxhoba asetyenziswa ngokuhlasela okanye ukukhusela awakho amaxhoba. Xa umdlali omnye ephmelele uye akhwaze athi, "checkmate". Xa umdlali esithi checkmate sube evalele inkosi yomnye umndlali.

Iindawo edlalwa kuzo itshesi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • Ezikolweni
  • Emakhayeni

Imithetho[1][tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • Umdlali akangxoli xa edlala itshesi.
  • Amaxhoba amhlophe ngawo ahamba kuqala.
  • Umdlali akadlali kabini, udlala atsho alinde omnye umdlali adlale.

Imbalelwano chess[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Kukuwahluka kwechess apho umdlali ngamnye ehlala kude nomchasi wakhe kwaye banxibelelana neentshukumo zabo nge-imeyile (ngaphambili ngeposi). Ixesha lokuphendula lilinganiswa ngeentsuku kwaye umdlalo unokuthatha iinyanga okanye iminyaka ukugqiba.

I-International Correspondence Chess Federation (ICCF) [2] eyasungulwa kwi-1951, inoxanduva lokuququzelela ii-Olimpiki kunye neeNtshatsheli zehlabathi kule ndlela.

Iintshatsheli zechess zembalelwano zehlabathi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

# Iminyaka Intshatsheli LLizwe
01. 1950-1953 Cecil Purdy Ostreliya [3]
02. 1956-1959 Viacheslav Ragozin Rashiya [4]
03. 1959-1962 Alberic O'Kelly Belgium [5]
04. 1962-1965 Vladimir Zagorovsky Rashiya [6]
05. 1965-1968 Hans Berliner United States [7]
06. 1968-1971 Horst Rittner Jamani [8]
07. 1972-1976 Jacob Estrin Rashiya [9]
08. 1975-1980 Jorn Sloth Denmark [10]
09. 1977-1983 Tonu Oim Estoniya [11]
10. 1978-1984 Vytas Palciauskas United States [12]
11. 1983-1989 Fritz Baumbach Jamani [13]
12. 1984-1991 Grigory Sanakoev Rashiya [14]
13. 1989-1998 Mikhail Umansky Rashiya [15]
14. 1994-2000 Tonu Oim Estoniya [16]
15. 1996-2002 Gert Timmerman Netherlands [17]
16. 1999-2004 Tunc Hamarat Ostriya [18]
17. 2002-2007 Ivar Bern Norway [19]
18. 2003-2005 Joop van Oosterom Netherlands [20]
19. 2004-2007 Christophe Leotard Fransi [21]
20. 2004-2011 Pertti Lehikoinen Finland [22]
21. 2005-2008 Joop van Oosterom Netherland [23]
22. 2007-2010 Aleksandr Dronov Rashiya [24]
23. 2007-2010 Ulrich Stephan Jamani [25]
24. 2009-2011 Marjan Semri Slovenia [26]
25. 2009-2013 Fabio Finocchiaro Itali [27]
26. 2010-2014 Ron Langeveld Netherlands [28]
27. 2011-2014 Aleksandr Dronov Rashiya [29]
28. 2013-2016 Leonardo Ljubicic Croatia [30]
29. 2015-2018 Aleksandr Dronov Rashiya [31]
30. 2017-2019 Andrey Kochemasov Rashiya [32]
31. 2019-2022 Fabian Stanach
Christian Muck
Ron Langeveld
Poland
Ostriya
Netherland
[33]
32. 2020-2022 Jon Edwards United States [34]


Ngembalelwano Chess Olympiads[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

# Iminyaka iMbasa yeGolide iMbasa yeSilivere iMbasa yeBronzi
01. 1949-1952 Hangari Tshiskoslovakiya Sweden
02. 1952-1955 Tshiskoslovakiya Sweden Jamani
03. 1958-1961 Soviet Union Hangari Yugoslavia
04. 1962-1964 Soviet Union Jamani yeDemokhrasi Sweden
05. 1965-1968 Tshiskoslovakiya Soviet Union Ntshona Jamani
06. 1968-1972 Soviet Union Tshiskoslovakiya Jamani yeDemokhrasi
07. 1972-1976 Soviet Union Bhulgariya Britani
08. 1977-1982 Soviet Union Hangari Britani
09. 1982-1987 Britani Ntshona Jamani Soviet Union
10. 1987-1995 Soviet Union England Jamani yeDemokhrasi
11. 1992-1999 Tshikoslovakiya
Jamani
Canada
Skotlani
12. 1998-2004 Jamani Lithunia Latvia
13. 2004-2009 Jamani eCzech Poland
14. 2002-2006 Jamani Lithunia United States
15. 2006-2009 Norway Jamani Netherlands
16. 2010-2016 eCzech Jamani Fransi
17. 2009-2012 Jamani Spain Itali

Imithombo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]