Jump to content

IBhayi

Livela
Revision as of 23:15, 19 EyoMdumba 2012 by Luckas-bot (inthetho | Igalelo) (r2.7.1) (Robot: Adding sh:Port Elizabeth)
iBhayi

iBhayi (IsiNgesi: Port Elizabeth) yidolophu eMzantsi Afrika, imi kwiPhondo leMpuma Koloni, kumgama ongangama 770 yeekhilomitha (478i) ngasempumalanga kwiKapa. Isixeko esisoloko sishwankathelwa njengePE yaye iteketiswa ngokuba "ISixeko esinoBubele" okanye "ISixeko soMoya oVuthuzayo, sinaba kangange 16 yeekhilomitha kufutshane kwi- Algoa Bay, yaye yenye yeendawo ezimandla eMzantsi Afrika yokuma kweenqanawa. Ikwabizwa njengeKomkhulu loMdlalo waseManzini kwi-Afrika yonke.

IBhayi laqanjwa njengedolophu ngo1820 ukuze kuhlaliswe amaSetlane aseBritane njengendlela yokuqinisa ingingqi ekummandla ophakathi kweKoloni namaXhosa. Ngoku yakha inxenye yoMasipala iNelson Mandela Bay Metropolitan Municipality enabantu abahlalayo abali-1.3 yezigidi zamawaka.

Umlando