Inkululeko
Intsingiselo yegama elithi inkululeko ixhomekeke kuloo nto kuthethwa ngayo ngelo xesha. Imizekelo yemibandela ekusetyenziswa kuyo igama elithi 'inkululeko' nantsi:
Freedom may refer to:
iFilosofi
tshintsha- ukuzikhethela ngokukhululekileyo
- ukwenza ngokukhululekileyo ngendlela othanda ngayo
- amalungelo
- ukuzibophelela koorhulumente ngokupheleleyo kwinklululeko yabantu ngokubanzi
- inkululeko kwezopolotiko
- inkululeko yokwenza into ngazwinye nidibene
- inkululeko yokuba lilungu lombutho othile okanye leendibano ezithile
- inkululeko yokuzikhethela
- inkululeko yokuthetha phandle ngaloo nto ikutshisayo
- inkululeko kwezoqoqosho freedom
- ukuziphatha ngendlela
- ukutitsha okanye ukufundisa ngokukhululekileyo, kwakunye nokuluncokola ulwazi onalo ngaphandle kwemiqathango ethile
- ilungelo lokubaneezimvo zakho kunjalo nje ukwazi ukwabelana ngazo ngokukhululekileyo
- ukuqhuba uphando nokupapasha ulwazi othe walufumana kuphando, konke oku ukwenza ngokukhululekileyo ungathintelwa nto
- ukwenza izinto ngokwethu ngokukhululekileyo
- ukuzimela ngokukhululekileyo
- ilungelo (lokulawula iinkqubo (ii-software)zemiyalelo emakuhanjwe ngayo xa kusetyenziswa ikhompyutha), ukusetyenziswa kwezi nkqubo kwenzelwe ukuba akwazi umntu ukuvala ukuba kungabikho mntu ukwaziyo ukungena kwi-internet okwelo xesha limisiweyo.
Ezothutho
tshintsha- inqwelo-ntaka yeBrutsche freedom 40, umazenzele wenqwelo-ntaka yaseMelika
- inqwelo-ntaka yeColyaer freedom S100, yinqwelo-ntaka encinane nelula yaseSpain
- inqanawa yamazwe amanyeneyo ekudidi lokulwa kwiimfazwe phakathi kwamazwe amabini, iinqanawa zaselwandle zamazwe amanyeneyo aseMelika, ezijongene nemikhosi yemfazwe
- inqanawa ekwizinga lokuthutha impahla ngokukhululekileyo, isetyenziswa yinkampani yobukumkani amaKharibhi kuzwelonke
- USS Freedom, any of three US Navy ships
- inqanawa yenkululeko, intetho esetyenziswa kwisixeko esakha izakhiwo ezinokungaziki emanzini
- umazakhele wenqwelo-ntaka ngokukhululekileyo, isakhiwo senqwelo-ntaka esenziwe eMelika
- inkululeko yomsebenzi omindawonye, umsebenzi wethutyana ongagqitywanga ekuthiwa yi-NASA
iJografi
tshintshaubugcisa noyoliso
tshintshaimifanekiso kamabona-kude
tshintsha- umsebenzi wexeshana owenziwa ngokukhululekileyo, uthotho lwemifanekiso kamabona-kude yokuqala
- ZGMF-X10A inkululeko yeGundam, a mobile suit from the anime Mobile Suit Gundam SEED and its sequel, Gundam SEED Destiny
- ZGMF-X20A Strike Freedom Gundam, its successor unit
iincwadi
tshintsha- inkululeko (inoli kaJonathan Franzen), inoveli ebhalwe nguJonathan Franzen 2010
- inkululeko (inoveli kaWilliam Safire), inoveli ebhalwe nguWilliam Safire ngo1987
- iNkululeko™, inoveli ebhalwe nguDaniel Suarez ngo2010
- iNkululeko, itayitile yokuqala ethi iNkululeko, iVol. 1: inkululeko eyenzelwe inkcubeko yaseNtsona, imbali ebhalwe ngo1991 ngu-Orlando Patterson
umboniso-bhanya-bhanya kunye nomabonakude
tshintsha- iNkululeko (ngo1982 umboniso bhanya-bhanya), umboniso-bhanya-bhanya waseAustralia olawulwa nguScott Hicks
- iNkululeko (ngo2001 umboniso bhanya-bhanya), umboniso bhanya-bhanya waseArgentina wango-2001